Ixab’endleleni ilori ye Diesel
Umqhubi welori ezele yi Diesel uphulukene no lawulo yaze yabhukuqa yangqengqa okwemazi yenkomo ku N2 phakathi kwe Ngqushwa ne Makhanda.
Read MoreTraffic
Umqhubi welori ezele yi Diesel uphulukene no lawulo yaze yabhukuqa yangqengqa okwemazi yenkomo ku N2 phakathi kwe Ngqushwa ne Makhanda.
Read MoreIvuthe okwedlelo ehlotyeni imoto ngelixa igaxeleka engozini baze ababini batsha kwanzima nokuba bafaniswe ngentlwa yayizilo Kuhola wendlela u N6 Kwindlela
Read MoreKusweleke Abantu ababini kwintlekele yengozi eyehle Ku N6 Phakathi kwe Komani ne Jamestown kwaze konzakala abane Abantu ababini babhubhile ngelixa
Read MoreIsebe lezothutho empuma koloni likhuphe isilumkiso kubasebenzizi bendlela nanjengoko eliphondo lithiwe mbaa ngumoya obhudlayo kunye nekhephu elithe tshitshilili kwindawo zeliphomdo.Namhlanje
Read MoreIngozi emasikizi eyenzeke kuhola wendlela uN2 kude kufutshane eGcuwa isube imiphefumlo emithathu kuquka umntu ekurhanelwa ukuba lipolisa ngalentlwa yanamhlanje, nalapho
Read MoreBafikelele eshumini Abantu abathe baphulukana nobomi babo kwingozi ezine ezahlukeneyo kwiphondo leMpuma Koloni kule Mpelaveki sisuka kuyo ukusukela ngolwesihlanu. Ubuncinci
Read MoreIngozi emasikizi isube imiphefumlo emithathu kwaze konzakala Abantu abane kuhola wendlela uN2 kufutshane nelali yaseDangwana Abantu abathathu babhubhile ngelixa abane
Read MoreImeko imaxongo emthatha nanjengoko abaqhubi beTeksi bevingce onke amazibuko emthatha ngongwayimbo olulandelwa kukuvalwa kwendlela nokutshisa okukhatshwa bubundlobongela. Imeko imaxongo eMthatha
Read MoreIngozi emasikizi isube imiphefumlo emithathu ngentseni yanamhlanje nalapho kusolwa ukuba umqhubi uphulukene nolawulo lwesithuthi saze sabhuquka kwabhubha amadoda amathathu konzakala
Read MoreIngozi ezahlukeneyo zisube imiphefumlo emine ubuncinane kwaze konzakala Abantu abasibhozo. Bane abantu ababhubhileyo ngelixa abasibhozo-8 bonzakele kwiingozi ezimbini ezahlukeneyo kwiindlela
Read More