Kudutyulwe kwabulawa ababini kwimfazwe yonoteksi
Iyantlukwano eqhubekayo phakathi kwabaqhubi beteksi eMacler eMpuma Koloni Ibe neziphumo ezilusizi nalapho kudutyulwe kwabulawa ababini ngumntu ongaziwayo. Kutyholwa ukuba ngolwesithathu
Read MoreCrime
Iyantlukwano eqhubekayo phakathi kwabaqhubi beteksi eMacler eMpuma Koloni Ibe neziphumo ezilusizi nalapho kudutyulwe kwabulawa ababini ngumntu ongaziwayo. Kutyholwa ukuba ngolwesithathu
Read Moreindoda egama lingu Siyanda Brian Sobetwa efunyenwe inetyala lokudlwengula intwazana eneminyaka elishumi elinesithathu(13) ngo 2020 igwetywe Oodilika jele ababini. UMkomishinala
Read MoreIndoda egama lingu Benedict ikhangelwa naphantsi kwetafile emveni kokuba amanenekazi ebeqhutyelwa nguye etyhola ngelithi uwahlabile emveni koxambuliswano. Ngomhla wesine kuCanzibe
Read MoreLiboko-boko inenekazi elineminyaka engamashumi amathathu anesithathu (33) lase Ndevena eMpuma Koloni emveni kokuba owesakuba sisinqanda mathe sakhe ekhabe ucango waze
Read MoreBayaphela Abantu bubungozi bokuziphathela kwiintambo zombane ngokungekho semthethweni Amapolisa abongoza abahlali ukuba bohlukane nokufakela umbane ngokungekho mthethweni kuba oku kunokuba
Read MoreLikhonxelwe ukufunyanwa neziyobisi eziqikelelwa kwizigidi ezintathu zerandi inenekazi elineminyaka engamashumi amathathu anesithandathu(36).Ngokwengxelo elinenekazi belisingise e Blomfontein ngelixa amaPolisa elandela umkhodo
Read MoreKubanjwe amadoda amabini eMthatha emveni kokuba efunyenwe nemikhono yekati engena mpepha-mvume emveni kokuba amaPolisa elandele umkhondo. Iphulo lobuntlola eliqhutywa lulwaphulo-mthetho
Read MoreUnovenkile wase China u Lu Xiao utsityelwe ngamadoda amabini ngelixa evala ivenkile yakhe etinarha amxhwila ngoko -nangoko .uNomji nomkhondo wokuba
Read MoreKufuniswa ngomkhondo wezalamnane zendoda efunyenwe sele ibhubhile kude kufutshane nedawo ekudutyulwa kuyo e Cape Recife Abacuphi beae Humewood bafuna uncedo
Read Morekukhangelwa izizalwane zomntu ofunyenwe ebhubhile esinganeni e Bethelsdorp. Abacuphi baseBethelsdorp bafuna uncedo kuluntu ekukhangeleni umkhondo wesalamane somntu owafunyanwa ebulewe ebaleni
Read More