Isidlwengu sase Mandela sigwetywe odilika jele
indoda egama lingu Siyanda Brian Sobetwa efunyenwe inetyala lokudlwengula intwazana eneminyaka elishumi elinesithathu(13) ngo 2020 igwetywe Oodilika jele ababini. UMkomishinala
Read Moreindoda egama lingu Siyanda Brian Sobetwa efunyenwe inetyala lokudlwengula intwazana eneminyaka elishumi elinesithathu(13) ngo 2020 igwetywe Oodilika jele ababini. UMkomishinala
Read MoreIngozi ezahlukeneyo zisube imiphefumlo emine ubuncinane kwaze konzakala Abantu abasibhozo. Bane abantu ababhubhileyo ngelixa abasibhozo-8 bonzakele kwiingozi ezimbini ezahlukeneyo kwiindlela
Read MoreLonyuke layokuhlala kumashumi amabini inani labantu ababhubhileyo kwintlikele yokudilika kwesakhiwo e George. Iinzame zokukhangela nokuhlangula kwindawo yesakhiwo esidilikileyo kwisitalato iVictoria
Read MoreIndoda egama lingu Benedict ikhangelwa naphantsi kwetafile emveni kokuba amanenekazi ebeqhutyelwa nguye etyhola ngelithi uwahlabile emveni koxambuliswano. Ngomhla wesine kuCanzibe
Read MoreUmseki we-MK Party uJabulani Khumalo ubhalele owayesakuba nguMongameli uJacob Zuma ecela ukuba i-IEC imsuse ngokukhawuleza njengobuso balo mbutho kunye nomomgameli
Read MoreLiboko-boko inenekazi elineminyaka engamashumi amathathu anesithathu (33) lase Ndevena eMpuma Koloni emveni kokuba owesakuba sisinqanda mathe sakhe ekhabe ucango waze
Read MoreUmqeqeshi weBanyana Banyana, uDesiree Ellis, uwongwe ngesidanga sewonga lobuGqirha, uGqirha wezoRhwebo kuLawulo lwezeMidlalo, ophuma kwiFakhalthi yezoShishino noLawulo lwaseCPUT ngoLwesine.
Read MoreOwayesakuba nguMongameli weli umnunzana u Thabo Mbeki ebephakathi kwenkitha yabalandeli be ANC eJabavu e Soweto kwiphulo lokugaya inkxaso nanjengoko intsuku
Read MoreAyinene amazwi athi imfundo ayigugelwa,utata oxelelenga ngengonogada kwi Yunivesithi I Fort hare eMpuma Koloni wethweswe isidanga Se Honours kwizifundo Zophuhliso
Read MoreSele kuqengqeleke iinyanga ezingapha kwesithandathu ilahlekile indoda egama lingu Mfundo Sifile yase Missionvale ,eGqeberha eneminyaka engamashumi amane ananye.Ngokwengxelo Lo mfo
Read More