Unkqakulwe zi Hawks uSizwe kupelo ngezityholo Ze Fraud
ukhonxwe ngezityholo zobuqhophololo owayesakuba sisithethi sesebe lezeMpilo eMpuma u Sizwe Kupelo Isebe lezempilo eMpuma Koloni liqaphele ukubanjwa kwegosa lezempilo laze
Read Moreukhonxwe ngezityholo zobuqhophololo owayesakuba sisithethi sesebe lezeMpilo eMpuma u Sizwe Kupelo Isebe lezempilo eMpuma Koloni liqaphele ukubanjwa kwegosa lezempilo laze
Read Moreilori ibithwele iziqhamo zesitrasi iphulukene nolawulo kuhola wendlela u N2 phakathi kwe Humansdorp ne Gqeberha yaze yabhukuqa kwaqhambuka umlilo ngoko
Read MoreIngozi emasikizi isube imiphemfulo emine phakathi kwe Qonce ne Cumakala Kubhubhe abantu abane kwingozi yemoto ebihamba neveni kunye ne-Avanza kwindlela
Read MoreBayaphela Abantu bubungozi bokuziphathela kwiintambo zombane ngokungekho semthethweni Amapolisa abongoza abahlali ukuba bohlukane nokufakela umbane ngokungekho mthethweni kuba oku kunokuba
Read MoreLibhengeziwe iqela lamanenekazi ebhola yomnyazi oMzantsi Afrika azakudlala kwimidlalo ka 2024 I Netball South Africa ikhankanye ngovuyo iqela elizakudlala kulonyaka.uninzi
Read MoreZingqubene okwenkunzi zegusha izithuthu ezimbini i avanza kunye ne VW Polo kwaze kwaseleka Abantu abathandathu abangamadoda kunye nenina ekinye .konzakala
Read Moreiphulukene nobomi bayo indoda Eneminyaka engamashumi amabini anesithandathu ngelixa izama ukulungisa iintambo zombane ngokungekho semthwethweni eGqeberha Amapolisa abongoza abahlali ukuba
Read MoreBangelwe ekhayeni labo badutyulwa ngabantu abangaziwayo kuquka umntwana oneminyaka emithathu ubudala Amapolisa aseGqeberha ezingela abarhanelwa abadubule babulala abantu abathathu (kuquka
Read Moreimfazwe phakathi kwesikolo I king Sabatha Dalindyebo neyiKholeji ezinze emthatha kunye nabafundi Besi sikolo imaxongo ngendlela ekhwanqisayo. uNomji ngowokuba Abafundi
Read MoreIpolisa likaMasipala weTheku libanjiwe emva kokuhlaba libulale intombi yalo (ekwalipolisa leMetro). Amapolisa akuMbindi weTheku abambe umrhanelwa oneminyaka engamashumi amabini anesixhenxe(27)
Read More