Babini ababhubhe engozini emandundu
Kuphume imiphefumlo emibini kwaze konzakala umkhweli omnye kwingozi equka isithuthi sohlobo lwe Toyota Etios kunye nelori kumajiko-jiko asenciba Abantu ababini
Read MoreTraffic
Kuphume imiphefumlo emibini kwaze konzakala umkhweli omnye kwingozi equka isithuthi sohlobo lwe Toyota Etios kunye nelori kumajiko-jiko asenciba Abantu ababini
Read Morebalishumi elinesithathu abantu ababhubhe kwingozi emasikizi kuhola wendlela u N9 nequka imoto yohlobo lwe SUV kunye neminibus ngaphandle kwe Rhafu
Read MoreSele kubhubhe abantu abantu abathathu kwingozi emasikizi ngelixa kungquzulana izithuthi ezimbini kuhola wendlela uN2 phakathi kwe Gcuwa ngalentsasa. Kubhubhe abantu
Read Morekubhubhe abantu ababini engozini emasikizi phakathi kwe Cradock ne Middleburg kubusuku bayizolo. Omabini lamaxhoba abhubhele kwindawo yexhwayelo ngelixa kutyholwa ukuba
Read Morekubhubhe isigulane kwingozi emasikizi equka ilori kunye ne ambulensi kuhola wendlela uN6 phakathi kwemonti neKhwetyana Kubhubhe isigulana ngethuba inqwelo yezigulana
Read Morekusweleke abantu abathathu kwingozi emasikizi equka imoto yohlobo lwe Toyota Corrrolla(iphela) kunye ne Bakkie ngelixa ezi zizithuthi zingqubana kwindlela ephakathi
Read MoreKusweleke uumntu wamnye kuhola wendlela uN10 phakathi kwe Metele ne Kaladokhwe ngelixa ilori ingquzulana nesithuthi sohlobo lwe Quantum. Umntu omnye
Read MoreUkugqabhuka kwetayari kwi Quantum ibisuka eGqeberha isingise emthatha ngunobangela wengozi esube umphefumlo womntu omnye baze abalishumi elinesithathu bafumana umonzakalo kuhola
Read MoreIndyikityha yengozi phakathi kwe Lori kunye nesithuthi sohlobo lwe Quantum isube imiphefumlo esixhenxe ngalentseni ku hola wendlela uN2 phakathi koMthatha
Read Morekonzakele umntu wamnye kwingozi emasiki ngelixa iBakkie yohlobo lwe Mercedes Benz ingquzulana netanki yamafutha kuhola wendlela u N2 phakathi kwe
Read More