libhengeziwe iqela lamanenekazi ebhola yomnyazi

Libhengeziwe iqela lamanenekazi ebhola yomnyazi oMzantsi Afrika azakudlala kwimidlalo ka 2024
I Netball South Africa ikhankanye ngovuyo iqela elizakudlala kulonyaka.uninzi lwaba badlali ngabadlali abanamava kakhulu kwaye sele bedlale imidlalo eliqela kwiitumente ezahlukeneyo
Amaxesha amnandi ebhola yomnyazi kweli lizwe, abaqeqeshi ababini boMzantsi Afrika ababaqonda kakuhle abadlali, “siyazi ukuba ngawaphi amaqhosha esiwacofayo ukuze sifumane eyona igqwesileyo “la ngamazwi e sekela mqeqeshi u Zanele Mdodana
nalu uluhlu lwabadlali abatyunjiweyo
Ine-Mari Venter
Rolene Streutker
Elmere Van De Berg
Kamogelo Maseko
Owethu Ngubane
Nichole Taijlaard
Khanyisa Chawane
Refiloe Nketsa
Tarle Mathe
Jeante Strydom
Jamie Van Wyk
Boitumelo Mahloko
Karla Pretorius
Nicola Smith
Ane Retief

