Ubuyele kwi Cape Town city njgengo seqela mqeqeshi u lebohang Manyama

Ubhengezwe njengo sekela mqeqeshi weqela le Cape town city u Lebohang Manyama nfoudula esakuba yi kaptain kunye nomdlali weliqela.U manyama ubuya kweliqela emveni kokuba ethe wachitha iminyaka emininzi kweliqela waze walinika udumo kwiindebe ezahlukileyo.uchithe iminyaka emininzi kumazwe anagphandle nalapho athe wazenzela igama khona ,waze wazibona ebizwa nakwiqela lesizwe iBafana bafana.uthe ngelixa ebuya eMzantsi Afrika watyikitywa liqela le kaizer chiefs nalapho athe waqhubeka efaka amanqaku aliqela.ubuya ngoku kweliqela emveni kokuba ethe wakhululwa liqela lamakhosi