uqhanqalazo lubangele ukuba ivalwe indlela u N2 kude kufuphi ne WSU emthatha
Indlela i-N2 kufutshane ne-WSU, kwiKhampasi ye-NMD ivaliwe kwizithuthi.Oku kungenxa yoqhankqalazo lwabafundi baseyunivesithi abathi izikhalazo zabo azihoywanga.Njengoko kubonisiwe kule mifanekiso ingentla,abomthetho bathunyelwe apho. EZINYE IINDLELA: R61 rd ukuya ngase-Ngcobo ogqitha ngase Ultra City By Pass road
