Itshabalale kwidangatye lomlilo inkwenkwana eneminyaka elishumi elinethoba(19)

Kurhanelwa ukuba yintlonti unobangela womlilo otshise ikhaya letyendyana lase Westering

Amapolisa avule uphando kulandela ukubhubha komfana oneminyaka elishumi elinethoba ubudala kumlilo wendlu otshise ikhaya ngentseni namhlanje ngomhla eWestering.

Kutyholwa ukuba malunga necala emveni kwentsimbi yesthandathu amaPolisa ase Kabega Park, aphendule kwisimangalo sendlu esitsha kwisitalato iClarence, eWestering. Emva kokuba lo mlilo uvuthisiwe, kwafunyanwa umzimba wenkwenkwe ekwishumi elivisayo. Ngokutsho kwalo mama uKwadwesi washiya unyana wakhe uLukhanyo Kwikwi (19) yedwa ekhaya.

Unobangela womlilo awukaziwa, akurhanelwa ukudlala intlonti.