Sidada emanzini kodwa abazali bayaphila, sincedeni
“umama wathi mandiyobalahla konoontlalontle abantakwethu” Sidada emanzini kodwa abazali bayaphila, sincedeni Intwazana eneminyaka engamashumi amabini anesibini egama lingu Sinayo Gxashela
Read MoreHome
“umama wathi mandiyobalahla konoontlalontle abantakwethu” Sidada emanzini kodwa abazali bayaphila, sincedeni Intwazana eneminyaka engamashumi amabini anesibini egama lingu Sinayo Gxashela
Read MoreSele kuphele iinyanga ezingaphezulu kwesihlanu lidukile inenekazi laseKomani uOngezwa Ngqiqo Rasmeni owagqityelwa ukubonwa ngomhla wesithandathu Ku Disemba ka 2023. Amapolisa
Read MoreUsizi lubhalwe emehlweni kusapho lomntwana oneminyaka emithathu ubudala obulewe ngu Malume wakhe e Bedford kwiphondo leMpuma Koloni .Ngokwengxelo uMalume wangema
Read MoreKufuniswa ngenenekazi elineminyaka engamashumi amabini anesine(24) eligama lingu Zintle Takane lase Bhofolo ekutyholwa ukuba linyamalele nendoda yalo u Mike Valelley
Read MoreAlisabazi ubuthongo inenekazi elineminyaka engamashumi amathathu anesihlanu lase Duncan Village Emonti kwiphondo leMpuma Koloni ngenxa yokubola ko Mlenze walo .
Read Morekubhubhe amaPolisa amabini konzakala igosa elinye kunye namabanjwa amabini ngelixa isithuthi ebehamba ngaso siqhabukelwa litayaro saze sakhalala indlela sabhukuqa amatyeli
Read MoreUmphathiswa wenkonzo yesiPolisa uNgengele Bheki Cele uphehlelele ngokusesikweni isikhululo esitsha kraca samaPolisa eQhasa eMpuma Koloni ngenjongo zokusondeza ingalo yomthetho eluntwini.
Read MoreLonyuke layokuhlala kumashumi amabini inani labantu ababhubhileyo kwintlikele yokudilika kwesakhiwo e George. Iinzame zokukhangela nokuhlangula kwindawo yesakhiwo esidilikileyo kwisitalato iVictoria
Read MoreIshwangusha lokudilika kwesakhiwo eNgcobo limke nemiphefumlo emine ubuncinane konzakala abalishumi elinesithathu. Bane abantu abaqinisekisiweyo ukuba baphulukene nobomi babo ngethuba kuwa
Read MoremNye umntu osele ebhubhile ngenxa yokuxinga ngaphantsi kobugoxo. Ukuwa kwesakhiwo saseGeorge kuye kwathatha ubomi bokuqala kwinkitha yabasebenzi abangamashumi amahlanu anesixhenxe
Read More