kukhangelwa Indoda yase Mthatha enyamalele nemali yomgalelo exabisa amashumi asixhenxe erandi(R70 000

indoda egama lingu LUnga Gqetywayo yase mthatha ityholwa ngokunyamalala nesixamali esiingamakhulu asixhenxe emveni kokuba lendoda inikwe lemali ukuba mayiye kuyivalela ebhankini ngamalungu omgalelo.u Lunga kutyholwa ukuba ngowase Libode ngokuzalwa kwaye uhlala nomakazi wakhe.ulwazi oluveliswe ngamalunguombuto luthi lo ka Gqetywayo uphangela kiwnkampani yombane e Middleburg.Ingxeo yandisa yandise yathi sele kuphele inyanga yonke lendoda ikhangelwa naphantsi kwamnzi kodwa cwaka ukuba ifumaneke.